Yoshuwa 4:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Yaye abantu benyuka bephuma eYordan ngolweshumi enyangeni yokuqala baza bamisa inkampu eGiligali+ kumda waseYeriko ongasempuma. Yoshuwa 5:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Waza uYehova wathi kuYoshuwa: “Namhlanje ndiyishenxisile kuni ingcikivo yaseYiputa.”+ Ngoko igama laloo ndawo laba yiGiligali+ de kube namhla.
19 Yaye abantu benyuka bephuma eYordan ngolweshumi enyangeni yokuqala baza bamisa inkampu eGiligali+ kumda waseYeriko ongasempuma.
9 Waza uYehova wathi kuYoshuwa: “Namhlanje ndiyishenxisile kuni ingcikivo yaseYiputa.”+ Ngoko igama laloo ndawo laba yiGiligali+ de kube namhla.