IMizekeliso 14:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Ozeka kade umsindo unokuqonda okuninzi,+ kodwa ongenamonde uphakamisa ubudenge.+ IMizekeliso 15:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Impendulo, xa inobulali, isusa umsindo,+ kodwa ilizwi elibangela intlungu linyusa umsindo.+ IMizekeliso 25:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Ngomonde umphathi uyacengeka, yaye ngolwimi olunobulali unokwaphula ithambo.+ INtshumayeli 10:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ukuba umoya womlawuli uyanyuka nxamnye nawe, musa ukuyishiya indawo yakho,+ ngokuba ukuzola kuthintela izono ezinzulu.+ Galati 5:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 ubulali, ukuzeyisa.+ Akukho mthetho unxamnye nezinto ezinjalo.+
4 Ukuba umoya womlawuli uyanyuka nxamnye nawe, musa ukuyishiya indawo yakho,+ ngokuba ukuzola kuthintela izono ezinzulu.+