Yoshuwa 23:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 nifanele nazi ngokuqinisekileyo ukuba uYehova uThixo wenu akayi kuqhubeka ezihlutha ilizwe lazo ezi ntlanga ngenxa yenu;+ kwaye ziya kuba njengesibatha nanjengomgibe nanjengekatsi kumaphango enu+ nanjengameva emehlweni enu de nitshabalale kulo mhlaba ulungileyo uYehova uThixo wenu aninike wona.+ ABagwebi 1:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Kwaye uSirayeli womelela+ waza wawasebenzisa amaKanan ngokuwaqhuba ngebhaxa,+ yaye akazange awagxothe ngokupheleleyo.+ ABagwebi 2:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Ngoko mna ndathi, ‘Andisayi kubagxotha phambi kwenu, yaye bamele babe ngumgibe kuni,+ noothixo babo baya kuba sisirhintyelo kuni.’”+ INdumiso 106:36 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 36 Bakhonza izithixo zazo,+Zona ke ezi zaba ngumgibe kubo.+
13 nifanele nazi ngokuqinisekileyo ukuba uYehova uThixo wenu akayi kuqhubeka ezihlutha ilizwe lazo ezi ntlanga ngenxa yenu;+ kwaye ziya kuba njengesibatha nanjengomgibe nanjengekatsi kumaphango enu+ nanjengameva emehlweni enu de nitshabalale kulo mhlaba ulungileyo uYehova uThixo wenu aninike wona.+
28 Kwaye uSirayeli womelela+ waza wawasebenzisa amaKanan ngokuwaqhuba ngebhaxa,+ yaye akazange awagxothe ngokupheleleyo.+
3 Ngoko mna ndathi, ‘Andisayi kubagxotha phambi kwenu, yaye bamele babe ngumgibe kuni,+ noothixo babo baya kuba sisirhintyelo kuni.’”+