1 Samuweli 15:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 “Ndiyazisola+ kuba ndibangele uSawule walawula njengokumkani, ngenxa yokuba uyekile+ ukundilandela, akawaphumeza namazwi am.”+ Kwambandezela oku uSamuweli,+ waza wakhala kuYehova ubusuku bonke.+ 1 Samuweli 15:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 USamuweli wathi: “Ngaba uYehova lo uyoliswa yiminikelo etshiswayo+ nemibingelelo na njengoko kunjalo ngokuthotyelwa kwelizwi likaYehova? Khangela! Ukuthobela+ kulunge ngakumbi kunombingelelo,+ ukunikela ingqalelo kunamanqatha+ eenkunzi zeegusha; 1 Samuweli 15:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 kuba imvukelo+ iyafana nesono sokuvumisa,+ nokunyanzelisa ngekratshi nqwa nokusebenzisa amandla angaqhelekanga nemilonde-khaya.+ Ekubeni uligatyile ilizwi likaYehova,+ ngako oko naye uyakugatya ekubeni ngukumkani.”+ INdumiso 37:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Yithi cwaka phambi koYehova+Uze ulindele kuye ngolangazelelo.+Musa ukuvutha ngumsindo nakubani na owenza indlela yakhe iphumelele,+Kwindoda ephumeza iingcamango zayo.+ IMizekeliso 11:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Kufikile na ukukhukhumala? Ngoko ihlazo liyeza;+ kodwa bunabathozamileyo ubulumko.+ IMizekeliso 13:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Ngokukhukhumala ubani ubangela usukuzwano kuphela,+ kodwa kwabo babhunga kunye kukho ubulumko.+ IMizekeliso 21:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Igama lalowo uzivuthisa ngomsindo wokuzikhukhumalisa ngumgwagwisi onekratshi nozidlayo.+
11 “Ndiyazisola+ kuba ndibangele uSawule walawula njengokumkani, ngenxa yokuba uyekile+ ukundilandela, akawaphumeza namazwi am.”+ Kwambandezela oku uSamuweli,+ waza wakhala kuYehova ubusuku bonke.+
22 USamuweli wathi: “Ngaba uYehova lo uyoliswa yiminikelo etshiswayo+ nemibingelelo na njengoko kunjalo ngokuthotyelwa kwelizwi likaYehova? Khangela! Ukuthobela+ kulunge ngakumbi kunombingelelo,+ ukunikela ingqalelo kunamanqatha+ eenkunzi zeegusha;
23 kuba imvukelo+ iyafana nesono sokuvumisa,+ nokunyanzelisa ngekratshi nqwa nokusebenzisa amandla angaqhelekanga nemilonde-khaya.+ Ekubeni uligatyile ilizwi likaYehova,+ ngako oko naye uyakugatya ekubeni ngukumkani.”+
7 Yithi cwaka phambi koYehova+Uze ulindele kuye ngolangazelelo.+Musa ukuvutha ngumsindo nakubani na owenza indlela yakhe iphumelele,+Kwindoda ephumeza iingcamango zayo.+