Yeremiya 7:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Kodwa eli lizwi ndalivakalisa kubo njengomyalelo, ndisithi: “Thobelani ilizwi lam,+ ndiya kuba nguThixo wenu,+ nize nina nibe ngabantu bam; yaye nimele nihambe ngendlela+ yonke endiya kuniyalela ngayo, ukuze kulunge kuni.”’+ Yeremiya 38:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Kodwa uYeremiya wathi: “Akayi kukunikela ngolo hlobo. Nceda, uthobele ilizwi likaYehova koko ndikuthethayo kuwe,+ yaye uya kulungelwa, nomphefumlo wakho uya kuqhubeka uphila.
23 Kodwa eli lizwi ndalivakalisa kubo njengomyalelo, ndisithi: “Thobelani ilizwi lam,+ ndiya kuba nguThixo wenu,+ nize nina nibe ngabantu bam; yaye nimele nihambe ngendlela+ yonke endiya kuniyalela ngayo, ukuze kulunge kuni.”’+
20 Kodwa uYeremiya wathi: “Akayi kukunikela ngolo hlobo. Nceda, uthobele ilizwi likaYehova koko ndikuthethayo kuwe,+ yaye uya kulungelwa, nomphefumlo wakho uya kuqhubeka uphila.