IMizekeliso 13:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Aboni basukelwa yintlekele,+ kodwa amalungisa avuzwa ngokulungileyo.+ INtshumayeli 7:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Musa ukuba ngongendawo kakhulu,+ yaye ungabi sisidenge.+ Yini na ukuba ufe ingekabi lixesha lakho?+ Yeremiya 5:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Nam ndathi: “Ngokuqinisekileyo bangabodidi oluphantsi. Benze ngobudenge, kuba abayinanzanga indlela kaYehova, umgwebo woThixo wabo.+
17 Musa ukuba ngongendawo kakhulu,+ yaye ungabi sisidenge.+ Yini na ukuba ufe ingekabi lixesha lakho?+
4 Nam ndathi: “Ngokuqinisekileyo bangabodidi oluphantsi. Benze ngobudenge, kuba abayinanzanga indlela kaYehova, umgwebo woThixo wabo.+