2 Samuweli 3:39 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 39 Ke mna ndibuthathaka namhlanje nangona ndithanjiswe+ njengokumkani, yaye la madoda, oonyana bakaTseruya,+ aqatha kakhulu kum.+ Ngamana uYehova angambuyekeza umenzi wobubi ngokobubi bakhe.”+ 2 Samuweli 16:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Kodwa ukumkani wathi: “Ndinantoni na yakwenza nani,+ nina nyana bakaTseruya?+ Ngaloo ndlela myeke aqalekise,+ ngenxa yokuba uYehova ngokwakhe uthe kuye,+ ‘Mqalekise uDavide!’ Ngoko ngubani na ongathi, ‘Kutheni ukuze wenze ngaloo ndlela?’”+
39 Ke mna ndibuthathaka namhlanje nangona ndithanjiswe+ njengokumkani, yaye la madoda, oonyana bakaTseruya,+ aqatha kakhulu kum.+ Ngamana uYehova angambuyekeza umenzi wobubi ngokobubi bakhe.”+
10 Kodwa ukumkani wathi: “Ndinantoni na yakwenza nani,+ nina nyana bakaTseruya?+ Ngaloo ndlela myeke aqalekise,+ ngenxa yokuba uYehova ngokwakhe uthe kuye,+ ‘Mqalekise uDavide!’ Ngoko ngubani na ongathi, ‘Kutheni ukuze wenze ngaloo ndlela?’”+