2 Samuweli 3:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Ngamana lingawela phezu kwentloko+ kaYowabhi naphezu kwendlu kayise iphela, yaye makanganqunyulwa endlwini kaYowabhi+ umntu obhobhozayo+ okanye oneqhenqa+ okanye umntu osimelela ngentonga yokusonta+ okanye owa likrele okanye oswele isonka!”+ 1 Kumkani 2:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Yaye umele wenze ngobulumko bakho,+ ungazivumeli izimvi zakhe zehle+ ziye eShiyol ngoxolo.+ 1 Kumkani 2:34 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 Waza uBhenaya unyana kaYehoyada wenyuka+ waya kumhlasela, wambulala;+ kwaye wangcwatywa endlwini yakhe entlango. INdumiso 28:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Banike ngokokwenza kwabo+Nangokobubi boqheliselo lwabo.+Banike ngokomsebenzi wezandla zabo.+Babuyisele ngokokwenza kwabo.+ INdumiso 62:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Kwanobubele bothando bobakho, Yehova,+Kuba wena ubuyisela ngamnye ngokomsebenzi wakhe.+ Galati 6:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ningalahlekiswa:+ UThixo akanakwenziwa intlekisa.+ Loo nto ayihlwayelayo umntu, uya kuvuna kwayona;+
29 Ngamana lingawela phezu kwentloko+ kaYowabhi naphezu kwendlu kayise iphela, yaye makanganqunyulwa endlwini kaYowabhi+ umntu obhobhozayo+ okanye oneqhenqa+ okanye umntu osimelela ngentonga yokusonta+ okanye owa likrele okanye oswele isonka!”+
34 Waza uBhenaya unyana kaYehoyada wenyuka+ waya kumhlasela, wambulala;+ kwaye wangcwatywa endlwini yakhe entlango.
4 Banike ngokokwenza kwabo+Nangokobubi boqheliselo lwabo.+Banike ngokomsebenzi wezandla zabo.+Babuyisele ngokokwenza kwabo.+
7 Ningalahlekiswa:+ UThixo akanakwenziwa intlekisa.+ Loo nto ayihlwayelayo umntu, uya kuvuna kwayona;+