1 Kumkani 14:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Eminye imicimbi kaYerobhoham, indlela awalwa ngayo+ nawalawula ngayo, nantso ibhalwe+ encwadini yemicimbi yemihla yookumkani bakwaSirayeli. 1 Kumkani 15:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Yonke ke imicimbi kaNadabhi nako konke awakwenzayo, akubhalwanga na encwadini+ yemicimbi yemihla yookumkani bakwaSirayeli? 1 Kumkani 16:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Yonke ke imicimbi kaBhahasha nako konke awakwenzayo namandla akhe, akubhalwanga na encwadini+ yemicimbi yemihla yookumkani bakwaSirayeli? 1 Kumkani 22:39 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 39 Eminye ke imicimbi kaAhabhi nako konke awakwenzayo nendlu yophondo lwendlovu+ awayakhayo nazo zonke izixeko awazakhayo, akubhalwanga na encwadini yemicimbi+ yemihla yookumkani bakwaSirayeli?
19 Eminye imicimbi kaYerobhoham, indlela awalwa ngayo+ nawalawula ngayo, nantso ibhalwe+ encwadini yemicimbi yemihla yookumkani bakwaSirayeli.
31 Yonke ke imicimbi kaNadabhi nako konke awakwenzayo, akubhalwanga na encwadini+ yemicimbi yemihla yookumkani bakwaSirayeli?
5 Yonke ke imicimbi kaBhahasha nako konke awakwenzayo namandla akhe, akubhalwanga na encwadini+ yemicimbi yemihla yookumkani bakwaSirayeli?
39 Eminye ke imicimbi kaAhabhi nako konke awakwenzayo nendlu yophondo lwendlovu+ awayakhayo nazo zonke izixeko awazakhayo, akubhalwanga na encwadini yemicimbi+ yemihla yookumkani bakwaSirayeli?