2 Samuweli 11:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Kwathi sakudlula isihlandlo sokuzila,+ ngoko nangoko uDavide wathumela waza wamthabathela ekhaya endlwini yakhe, waba ngumfazi wakhe.+ Ekuhambeni kwexesha wamzalela unyana, kodwa loo nto wayenzayo uDavide yabonakala imbi+ emehlweni+ kaYehova. 1 Kumkani 1:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Ke kaloku uNatan+ wathi kuBhatshebha,+ unina kaSolomon:+ “Akuvanga na ukuba uAdoniya unyana kaHagiti+ ngukumkani, yaye inkosi yethu uDavide akanalwazi konke konke ngako oko?
27 Kwathi sakudlula isihlandlo sokuzila,+ ngoko nangoko uDavide wathumela waza wamthabathela ekhaya endlwini yakhe, waba ngumfazi wakhe.+ Ekuhambeni kwexesha wamzalela unyana, kodwa loo nto wayenzayo uDavide yabonakala imbi+ emehlweni+ kaYehova.
11 Ke kaloku uNatan+ wathi kuBhatshebha,+ unina kaSolomon:+ “Akuvanga na ukuba uAdoniya unyana kaHagiti+ ngukumkani, yaye inkosi yethu uDavide akanalwazi konke konke ngako oko?