Yeremiya 23:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 “Ndikuvile oko bakutshoyo abaprofeti abaprofeta ubuxoki egameni lam,+ besithi, ‘Ndiphuphile! Ndiphuphile!’+ Mika 3:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 “Utsho uYehova nxamnye nabaprofeti ababangela abantu bam babhadule,+ abaluma ngamazinyo abo+ baze okunene bamemeze bathi, ‘Uxolo!’+ abathi, xa nabani na engafaki nto emilonyeni yabo, okunene bamngcwalisele imfazwe, ukuthi,+ 2 Petros 2:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Noko ke, kwakukho abaprofeti bobuxoki phakathi kwabantu, njengoko naphakathi kwenu kuya kubakho abafundisi bobuxoki.+ Bona kanye aba baya kungenisa ngasese amahlelo atshabalalisayo yaye baya kumkhanyela nomnini owabathengayo,+ bezizisela intshabalalo ekhawulezileyo.
25 “Ndikuvile oko bakutshoyo abaprofeti abaprofeta ubuxoki egameni lam,+ besithi, ‘Ndiphuphile! Ndiphuphile!’+
5 “Utsho uYehova nxamnye nabaprofeti ababangela abantu bam babhadule,+ abaluma ngamazinyo abo+ baze okunene bamemeze bathi, ‘Uxolo!’+ abathi, xa nabani na engafaki nto emilonyeni yabo, okunene bamngcwalisele imfazwe, ukuthi,+
2 Noko ke, kwakukho abaprofeti bobuxoki phakathi kwabantu, njengoko naphakathi kwenu kuya kubakho abafundisi bobuxoki.+ Bona kanye aba baya kungenisa ngasese amahlelo atshabalalisayo yaye baya kumkhanyela nomnini owabathengayo,+ bezizisela intshabalalo ekhawulezileyo.