INdumiso 25:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ulungile yaye uthe tye uYehova.+Kungenxa yoko eyalela aboni endleleni.+ INdumiso 86:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Kuba wena, Yehova, ulungile+ yaye ukulungele ukuxolela;+Buninzi ububele bakho bothando kubo bonke abo babiza kuwe.+ Marko 10:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 UYesu wathi kuye: “Kutheni undibiza ngokuthi olungileyo?+ Akukho bani ulungileyo, ngaphandle komnye, uThixo.+
5 Kuba wena, Yehova, ulungile+ yaye ukulungele ukuxolela;+Buninzi ububele bakho bothando kubo bonke abo babiza kuwe.+
18 UYesu wathi kuye: “Kutheni undibiza ngokuthi olungileyo?+ Akukho bani ulungileyo, ngaphandle komnye, uThixo.+