18 Kuba kwakukho abantu abaninzi, abanizi ababevela kwaEfrayim+ nakwaManase,+ kwaIsakare nakwaZebhulon,+ ababengazihlambululanga,+ kuba abazange bayidle ipasika ngokuvumelana noko kubhaliweyo;+ kodwa uHezekiya wabathandazela,+ esithi: “Kwanga uYehova olungileyo+ angabaphulela