Yeremiya 27:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Kwaye zonke iintlanga zimele zikhonze yena+ kanye nonyana wakhe nomzukulwana wakhe kude kufike ixesha lelizwe lakhe,+ yaye iintlanga ezininzi nookumkani abakhulu bamele bamxhaphaze njengesicaka.’+
7 Kwaye zonke iintlanga zimele zikhonze yena+ kanye nonyana wakhe nomzukulwana wakhe kude kufike ixesha lelizwe lakhe,+ yaye iintlanga ezininzi nookumkani abakhulu bamele bamxhaphaze njengesicaka.’+