Yeremiya 25:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Kuba bona ngokwabo, iintlanga ezininzi nookumkani abakhulu,+ babaxhaphazile njengezicaka;+ kwaye ndiza kubabuyekeza ngokokusebenza kwabo nangokomsebenzi wezandla zabo.’”+ Yeremiya 51:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 “Khazimlisani iintolo.+ Zalisani amakhaka abusazinge. UYehova uwuvuselele umoya wookumkani bamaMedi,+ ngenxa yokuba ingcinga yakhe inxamnye neBhabhiloni,+ ukuze ayonakalise. Kuba yimpindezelo kaYehova, impindezelo ngenxa yetempile yakhe.+
14 Kuba bona ngokwabo, iintlanga ezininzi nookumkani abakhulu,+ babaxhaphazile njengezicaka;+ kwaye ndiza kubabuyekeza ngokokusebenza kwabo nangokomsebenzi wezandla zabo.’”+
11 “Khazimlisani iintolo.+ Zalisani amakhaka abusazinge. UYehova uwuvuselele umoya wookumkani bamaMedi,+ ngenxa yokuba ingcinga yakhe inxamnye neBhabhiloni,+ ukuze ayonakalise. Kuba yimpindezelo kaYehova, impindezelo ngenxa yetempile yakhe.+