7 Ngoko wathi kuYuda: “Masizakhe ezi zixeko size senze iindonga+ ezijikelezileyo neenqaba,+ iingcango ezingambini nemivalo.+ Kuba ilizwe lisephambi kwethu, ngenxa yokuba siye safuna uYehova uThixo wethu.+ Simfunile, yena usinike ukuphumla macala onke.”+ Baqhubeka besakha baba nempumelelo.+