Estere 2:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Kwakukho ndoda ithile, engumYuda kwinqaba iShushan,+ yaye igama layo lalinguMordekayi+ unyana kaYayire unyana kaShimeyi unyana kaKishe umBhenjamin,+ Estere 8:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ngaloo mini uKumkani uAhaswerosi wanika ukumkanikazi uEstere indlu kaHaman,+ lowo ubonakalisa ubutshaba kumaYuda;+ waza uMordekayi wafika phambi kukakumkani, ngenxa yokuba uEstere wayemxelele ukuba uyintoni kuye.+ Estere 10:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Kuba uMordekayi umYuda wayengowesibini+ kuKumkani uAhaswerosi kwaye wayemkhulu phakathi kwamaYuda yaye uninzi lwabazalwana bakhe lwalukholiswa nguye, esebenzela ukulungelwa kwabantu bakowabo ethetha uxolo+ kuyo yonke inzala yabo.
5 Kwakukho ndoda ithile, engumYuda kwinqaba iShushan,+ yaye igama layo lalinguMordekayi+ unyana kaYayire unyana kaShimeyi unyana kaKishe umBhenjamin,+
8 Ngaloo mini uKumkani uAhaswerosi wanika ukumkanikazi uEstere indlu kaHaman,+ lowo ubonakalisa ubutshaba kumaYuda;+ waza uMordekayi wafika phambi kukakumkani, ngenxa yokuba uEstere wayemxelele ukuba uyintoni kuye.+
3 Kuba uMordekayi umYuda wayengowesibini+ kuKumkani uAhaswerosi kwaye wayemkhulu phakathi kwamaYuda yaye uninzi lwabazalwana bakhe lwalukholiswa nguye, esebenzela ukulungelwa kwabantu bakowabo ethetha uxolo+ kuyo yonke inzala yabo.