19 Kodwa athi kuye: “Yithi cwaka. Beka isandla sakho emlonyeni wakho, uze uhambe nathi ube ngubawo+ nombingeleli+ wethu. Kukuphi na okulunge ngakumbi, ukuba uqhubeke ungumbingeleli kwindlu yendoda enye+ okanye ukuba ube ngumbingeleli wesizwe nentsapho yakwaSirayeli?”+