Yobhi 36:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Akayi kuwasusa amehlo akhe nakubani na olilungisa;+Kwanookumkani abasetroneni+—Kwakhona uya kubahlalisa ngonaphakade, yaye baya kuphakanyiswa. INdumiso 34:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Amehlo kaYehova akumalungisa,+Neendlebe zakhe zibhekiswe ekukhaleleni kwawo uncedo.+ 1 Petros 3:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Kuba amehlo+ kaYehova aphezu kwabo bangamalungisa, neendlebe zakhe zisingisele esikhungweni sabo;+ kodwa ubuso bukaYehova bunxamnye nabo benza izinto ezimbi.”+
7 Akayi kuwasusa amehlo akhe nakubani na olilungisa;+Kwanookumkani abasetroneni+—Kwakhona uya kubahlalisa ngonaphakade, yaye baya kuphakanyiswa.
12 Kuba amehlo+ kaYehova aphezu kwabo bangamalungisa, neendlebe zakhe zisingisele esikhungweni sabo;+ kodwa ubuso bukaYehova bunxamnye nabo benza izinto ezimbi.”+