INdumiso 72:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ngomhla wakhe uya kuhluma olilungisa,+Nobuninzi boxolo ide ingabi sabakho inyanga.+ INdumiso 119:165 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 165 Uxolo oluninzi lolwabo bathanda umthetho wakho,+Yaye kubo akukho mqobo usisikhubekiso.+ Isaya 26:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Abo bazimasekileyo uyabalondoloza, bahlale benoxolo,+ kuba bakholose ngawe.+ Isaya 48:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Owu ukuba nje kuphela okunene ubunganikela ingqalelo kwimiyalelo yam!+ Ngoko uxolo lwakho beluya kuba njengomlambo,+ nobulungisa bakho njengamaza olwandle.+ Filipi 4:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 yaye uxolo+ lukaThixo olungaphaya kokuqonda luya kuzilinda iintliziyo zenu+ namandla enu engqondo ngoKristu Yesu.
18 Owu ukuba nje kuphela okunene ubunganikela ingqalelo kwimiyalelo yam!+ Ngoko uxolo lwakho beluya kuba njengomlambo,+ nobulungisa bakho njengamaza olwandle.+
7 yaye uxolo+ lukaThixo olungaphaya kokuqonda luya kuzilinda iintliziyo zenu+ namandla enu engqondo ngoKristu Yesu.