INdumiso 3:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ngelizwi lam ndiya kubiza kuYehova,Yaye uya kundiphendula esentabeni yakhe engcwele.+ Seʹlah. INdumiso 145:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Usondele uYehova kubo bonke abo bambizayo,+Kubo bonke abo bambiza ngenyaniso.+ Isaya 30:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Xa bona kanye abantu eZiyon+ behleli eYerusalem,+ akusayi kuze ulile.+ Nakanjani na uya kukubabala esandini sesikhalo sakho; kamsinya nje akusiva okunene uya kukuphendula.+ Hebhere 5:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ngemihla yenyama yakhe [uKristu] wanikela izikhungo kwanezibongozo+ kuLowo wayekwazi ukumsindisa ekufeni, esitsho ngezikhalo ezinamandla+ neenyembezi, yaye waviwa ngokukholekileyo ngenxa yoloyiko lwakhe lobuthixo.+
19 Xa bona kanye abantu eZiyon+ behleli eYerusalem,+ akusayi kuze ulile.+ Nakanjani na uya kukubabala esandini sesikhalo sakho; kamsinya nje akusiva okunene uya kukuphendula.+
7 Ngemihla yenyama yakhe [uKristu] wanikela izikhungo kwanezibongozo+ kuLowo wayekwazi ukumsindisa ekufeni, esitsho ngezikhalo ezinamandla+ neenyembezi, yaye waviwa ngokukholekileyo ngenxa yoloyiko lwakhe lobuthixo.+