INdumiso 27:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Xa abenzi bobubi basondela kum ukuze badle inyama yam bayigqibe,+Beziintshaba zam ngokobuqu,+Bakhubeka bawa.+ Yeremiya 10:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Phalaza umsindo wakho ezintlangeni+ eziye azakunanza,+ nakwiintsapho ezingabizanga egameni lakho.+ Kuba zimdle zamgqiba uYakobi.+ Ewe, zimdle zamgqiba, kwaye zimtshabalalisile;+ nendawo yakhe yokuhlala ziyiphanzisile.+
2 Xa abenzi bobubi basondela kum ukuze badle inyama yam bayigqibe,+Beziintshaba zam ngokobuqu,+Bakhubeka bawa.+
25 Phalaza umsindo wakho ezintlangeni+ eziye azakunanza,+ nakwiintsapho ezingabizanga egameni lakho.+ Kuba zimdle zamgqiba uYakobi.+ Ewe, zimdle zamgqiba, kwaye zimtshabalalisile;+ nendawo yakhe yokuhlala ziyiphanzisile.+