2 Samuweli 23:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ngoko kunjengokukhanya kwentsasa, lakukhanyisa ilanga,+Intsasa engenamafu.Kwakuqaqamba, kwakubakho imvula, kuphuma ingca emhlabeni.’+ IMizekeliso 16:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Ekukhanyeni kobuso bukakumkani kukho ukuphila,+ yaye inkoliseko yakhe injengelifu lemvula yasentwasahlobo.+ Isaya 58:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Kwaye uYehova uya kubopheleleka ukuba akukhokele+ rhoqo+ nokuba anelise umphefumlo wakhe naselizweni elibharhileyo,+ yaye uya kuwomeleza amathambo akho;+ ube njengomyezo onamanzi amaninzi,+ nanjengomthombo wamanzi, omanzi awo angatshiyo. Hezekile 34:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Ndiza kuzenza zibe yintsikelelo zona noko kungqonge induli yam,+ yaye ndiza kuhlisa imvula ngexesha layo. Iya kuba yimvula yentsikelelo.+ Hoseya 6:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Yaye siya kwazi, siya kukusukela ukwazi uYehova.+ Njengesifingo,+ ukuphuma kwakhe kumiselwa ngokuqinileyo.+ Yaye uya kuza njengokugaleleka kwemvula kuthi;+ njengemvula yasentwasahlobo enyakamisa umhlaba.”+
4 Ngoko kunjengokukhanya kwentsasa, lakukhanyisa ilanga,+Intsasa engenamafu.Kwakuqaqamba, kwakubakho imvula, kuphuma ingca emhlabeni.’+
15 Ekukhanyeni kobuso bukakumkani kukho ukuphila,+ yaye inkoliseko yakhe injengelifu lemvula yasentwasahlobo.+
11 Kwaye uYehova uya kubopheleleka ukuba akukhokele+ rhoqo+ nokuba anelise umphefumlo wakhe naselizweni elibharhileyo,+ yaye uya kuwomeleza amathambo akho;+ ube njengomyezo onamanzi amaninzi,+ nanjengomthombo wamanzi, omanzi awo angatshiyo.
26 Ndiza kuzenza zibe yintsikelelo zona noko kungqonge induli yam,+ yaye ndiza kuhlisa imvula ngexesha layo. Iya kuba yimvula yentsikelelo.+
3 Yaye siya kwazi, siya kukusukela ukwazi uYehova.+ Njengesifingo,+ ukuphuma kwakhe kumiselwa ngokuqinileyo.+ Yaye uya kuza njengokugaleleka kwemvula kuthi;+ njengemvula yasentwasahlobo enyakamisa umhlaba.”+