Duteronomi 4:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Kodwa nina unithabathile uYehova, wanikhupha kwiziko lentsimbi,+ eYiputa, ukuba nibe sisizwana sakhe+ ngokukhethekileyo njengoko ninjalo namhla. Duteronomi 32:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Kuba isabelo sikaYehova ngabantu bakhe;+UYakobi yinxalenye yelifa lakhe.+ INdumiso 33:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Lunoyolo uhlanga oluThixo walo unguYehova,+Abantu abanyule njengelifa lakhe.+ Yeremiya 10:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Lowo usiSabelo sikaYakobi+ akafani nezi zinto, kuba unguMyili wayo yonk’ into,+ kwaye uSirayeli ungumsimelelo welifa lakhe.+ Igama lakhe nguYehova wemikhosi.+ Mika 7:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Yalusa abantu bakho ngomsimelelo wakho,+ umhlambi welifa lakho, lowo ubuhlala wodwa ehlathini—phakathi kwebhoma.+ Mayidle eBhashan naseGiliyadi+ njengakwimihla yexesha lakudala.+
20 Kodwa nina unithabathile uYehova, wanikhupha kwiziko lentsimbi,+ eYiputa, ukuba nibe sisizwana sakhe+ ngokukhethekileyo njengoko ninjalo namhla.
16 Lowo usiSabelo sikaYakobi+ akafani nezi zinto, kuba unguMyili wayo yonk’ into,+ kwaye uSirayeli ungumsimelelo welifa lakhe.+ Igama lakhe nguYehova wemikhosi.+
14 Yalusa abantu bakho ngomsimelelo wakho,+ umhlambi welifa lakho, lowo ubuhlala wodwa ehlathini—phakathi kwebhoma.+ Mayidle eBhashan naseGiliyadi+ njengakwimihla yexesha lakudala.+