INdumiso 25:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Ngenxa yegama lakho, Yehova,+Umele usixolele kwanesiphoso sam, kuba sikhulu.+ INdumiso 31:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Kuba uyingxondorha yam negwiba lam;+Yaye ngenxa yegama lakho+ uya kundikhokela undikhaphe.+ Yohane 17:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 “Andisekho sehlabathini, kodwa bona basehlabathini+ yaye mna ndiza kuwe. Bawo Ongcwele, balinde+ ngenxa yegama lakho ondinike lona, ukuze babe banye kanye njengoko sinjalo thina.+
11 “Andisekho sehlabathini, kodwa bona basehlabathini+ yaye mna ndiza kuwe. Bawo Ongcwele, balinde+ ngenxa yegama lakho ondinike lona, ukuze babe banye kanye njengoko sinjalo thina.+