INdumiso 31:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Kuba uyingxondorha yam negwiba lam;+Yaye ngenxa yegama lakho+ uya kundikhokela undikhaphe.+ INdumiso 79:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Sincede, Thixo wosindiso lwethu,+Ngenxa yozuko lwegama lakho;+Usihlangule uzigubungele izono zethu ngenxa yegama lakho.+ INdumiso 109:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Kodwa unguYehova iNkosi enguMongami.+Qhubana nam ngenxa yegama lakho.+Ngenxa yokuba ububele bakho bothando bulungile, ndihlangule.+ INdumiso 143:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Ngenxa yegama lakho,+ Yehova, ngamana ungandigcina ndiphila.+Ngobulungisa bakho+ ngamana ungawukhupha umphefumlo wam ekubandezelekeni.+ Hezekile 36:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 “Ngoko ke yithi kwindlu kaSirayeli, ‘Itsho iNkosi enguMongami uYehova ukuthi: “Andikwenzi oku ngenxa yenu, ndlu kaSirayeli, kodwa ngenxa yegama lam elingcwele, enithe nina nalihlambela phakathi kweentlanga enifike kuzo.”’+ Daniyeli 9:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Nceda usiphulaphule,+ Yehova. Nceda usixolele,+ Yehova. Nceda unikele ingqalelo kuthi Yehova, uze wenze.+ Nceda ungalibazisi,+ ngenxa yegama lakho, Thixo wam, kuba isixeko sakho nabantu bakho babizwa ngalo igama lakho.”+ Mateyu 6:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 “Ngoko ke, nina nize nithandaze ngale ndlela:+ “‘Bawo wethu osemazulwini, malingcwaliswe+ igama lakho.+
9 Sincede, Thixo wosindiso lwethu,+Ngenxa yozuko lwegama lakho;+Usihlangule uzigubungele izono zethu ngenxa yegama lakho.+
21 Kodwa unguYehova iNkosi enguMongami.+Qhubana nam ngenxa yegama lakho.+Ngenxa yokuba ububele bakho bothando bulungile, ndihlangule.+
11 Ngenxa yegama lakho,+ Yehova, ngamana ungandigcina ndiphila.+Ngobulungisa bakho+ ngamana ungawukhupha umphefumlo wam ekubandezelekeni.+
22 “Ngoko ke yithi kwindlu kaSirayeli, ‘Itsho iNkosi enguMongami uYehova ukuthi: “Andikwenzi oku ngenxa yenu, ndlu kaSirayeli, kodwa ngenxa yegama lam elingcwele, enithe nina nalihlambela phakathi kweentlanga enifike kuzo.”’+
19 Nceda usiphulaphule,+ Yehova. Nceda usixolele,+ Yehova. Nceda unikele ingqalelo kuthi Yehova, uze wenze.+ Nceda ungalibazisi,+ ngenxa yegama lakho, Thixo wam, kuba isixeko sakho nabantu bakho babizwa ngalo igama lakho.”+
9 “Ngoko ke, nina nize nithandaze ngale ndlela:+ “‘Bawo wethu osemazulwini, malingcwaliswe+ igama lakho.+