Duteronomi 4:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 “Ke kaloku, Sirayeli, yiphulaphule imimiselo nezigwebo endinifundisa zona ukuba nizenze, ukuze niphile,+ ningene nilidle ilifa ilizwe enilinikwa nguYehova uTHIXO wookhokho benu. INdumiso 119:135 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 135 Khanyisa ubuso bakho kumkhonzi wakho,+Undifundise imimiselo yakho.+ Yeremiya 32:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Emva koko ndaluthabatha uxwebhu lwentengo, olo lutywiniweyo ngokomyalelo nangokwemimiselo,+ nolo lwalushiywe luvulekile;
4 “Ke kaloku, Sirayeli, yiphulaphule imimiselo nezigwebo endinifundisa zona ukuba nizenze, ukuze niphile,+ ningene nilidle ilifa ilizwe enilinikwa nguYehova uTHIXO wookhokho benu.
11 Emva koko ndaluthabatha uxwebhu lwentengo, olo lutywiniweyo ngokomyalelo nangokwemimiselo,+ nolo lwalushiywe luvulekile;