INdumiso 86:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Kuba wena, Yehova, ulungile+ yaye ukulungele ukuxolela;+Buninzi ububele bakho bothando kubo bonke abo babiza kuwe.+ INdumiso 106:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 106 Dumisani uYa!+Bulelani kuYehova, kuba ulungile;+Kuba ububele bakhe bothando bukho ukusa kwixesha elingenammiselo.+ INdumiso 107:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 107 Bulelani kuYehova, kuba ulungile;+Kuba ububele bakhe bothando bukho ukusa kwixesha elingenammiselo.+ Marko 10:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 UYesu wathi kuye: “Kutheni undibiza ngokuthi olungileyo?+ Akukho bani ulungileyo, ngaphandle komnye, uThixo.+
5 Kuba wena, Yehova, ulungile+ yaye ukulungele ukuxolela;+Buninzi ububele bakho bothando kubo bonke abo babiza kuwe.+
106 Dumisani uYa!+Bulelani kuYehova, kuba ulungile;+Kuba ububele bakhe bothando bukho ukusa kwixesha elingenammiselo.+
107 Bulelani kuYehova, kuba ulungile;+Kuba ububele bakhe bothando bukho ukusa kwixesha elingenammiselo.+
18 UYesu wathi kuye: “Kutheni undibiza ngokuthi olungileyo?+ Akukho bani ulungileyo, ngaphandle komnye, uThixo.+