1 Samuweli 24:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ngenxa yoko wathi kumadoda akhe: “Makube lee, kum, ngokwembono kaYehova, ukuba ndingenza le nto enkosini yam, othanjisiweyo+ kaYehova, ngokolula isandla sam nxamnye naye, kuba ungothanjisiweyo kaYehova.”+ INdumiso 119:56 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 56 Nako oku kuye kwaba kokwam,Ngenxa yokuba ndiyigcinile imiyalelo yakho.+ INdumiso 119:110 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 110 Abangendawo bandibekele isibatha,+Kodwa andibhadulanga emiyalelweni yakho.+
6 Ngenxa yoko wathi kumadoda akhe: “Makube lee, kum, ngokwembono kaYehova, ukuba ndingenza le nto enkosini yam, othanjisiweyo+ kaYehova, ngokolula isandla sam nxamnye naye, kuba ungothanjisiweyo kaYehova.”+