1 Kronike 16:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Kwakungaloo mhla awathi uDavide wenza umnikelo+ okokuqala ukubulela+ uYehova esebenzisa uAsafu+ nabazalwana bakhe esithi: INdumiso 28:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 UYehova ungamandla am+ nekhaka lam.+Intliziyo yam ikholose ngaye,+Yaye ndincediwe, ukuze intliziyo yam igcobe,+Yaye ndiya kumbonga ngengoma yam.+ INdumiso 69:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 Ndiya kulidumisa ngengoma igama likaThixo,+Ndize ndimenze mkhulu ngombulelo.+ Isaya 35:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Kwaye bona kanye abo bakhululweyo nguYehova baya kubuya baze+ ngokuqinisekileyo beze eZiyon ngentswahla yovuyo;+ nemihlali iya kuba phezu kwentloko yabo ukusa kwixesha elingenammiselo.+ Baya kugcoba babe nemihlali, intlungu nokuncwina kusabe kubo.+
7 Kwakungaloo mhla awathi uDavide wenza umnikelo+ okokuqala ukubulela+ uYehova esebenzisa uAsafu+ nabazalwana bakhe esithi:
7 UYehova ungamandla am+ nekhaka lam.+Intliziyo yam ikholose ngaye,+Yaye ndincediwe, ukuze intliziyo yam igcobe,+Yaye ndiya kumbonga ngengoma yam.+
10 Kwaye bona kanye abo bakhululweyo nguYehova baya kubuya baze+ ngokuqinisekileyo beze eZiyon ngentswahla yovuyo;+ nemihlali iya kuba phezu kwentloko yabo ukusa kwixesha elingenammiselo.+ Baya kugcoba babe nemihlali, intlungu nokuncwina kusabe kubo.+