INdumiso 48:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 48 UYehova mkhulu yaye ngowokudunyiswa kakhulu+Kwisixeko soThixo wethu,+ entabeni yakhe engcwele.+ INdumiso 96:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Kuba mkhulu uYehova+ yaye ngowokudunyiswa kakhulu.Uyoyikeka ngaphezu kwabo bonke abanye oothixo.+ INdumiso 147:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 INkosi yethu inkulu yaye inamandla amakhulu;+Ukuqonda kwayo akunakubaliswa.+ INdumiso 150:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Mdumiseni ngenxa yemisebenzi yakhe yamandla.+Mdumiseni ngokobuninzi bobukhulu bakhe.+ Roma 1:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Kuba iimpawu zakhe ezingabonakaliyo+ zibonwa ngokucacileyo ukususela ekudalweni kwehlabathi kuse phambili,+ ngenxa yokuba ziqondeka ngezinto ezenziweyo,+ kwanamandla angunaphakade+ nobuThixo bakhe,+ khon’ ukuze bangabi nakungxengxezeleka;+ ISityhilelo 15:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Bavuma ingoma kaMoses+ ikhoboka likaThixo nengoma yeMvana,+ besithi: “Mikhulu kwaye iyamangalisa imisebenzi yakho,+ Yehova, Thixo Somandla.+ Zibubulungisa yaye ziyinyaniso iindlela zakho,+ Kumkani kanaphakade.+
20 Kuba iimpawu zakhe ezingabonakaliyo+ zibonwa ngokucacileyo ukususela ekudalweni kwehlabathi kuse phambili,+ ngenxa yokuba ziqondeka ngezinto ezenziweyo,+ kwanamandla angunaphakade+ nobuThixo bakhe,+ khon’ ukuze bangabi nakungxengxezeleka;+
3 Bavuma ingoma kaMoses+ ikhoboka likaThixo nengoma yeMvana,+ besithi: “Mikhulu kwaye iyamangalisa imisebenzi yakho,+ Yehova, Thixo Somandla.+ Zibubulungisa yaye ziyinyaniso iindlela zakho,+ Kumkani kanaphakade.+