Duteronomi 3:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 ‘Owu Nkosi enguMongami Yehova, uqalile ukumbonisa umkhonzi wakho ubukhulu bakho+ nengalo yakho eyomeleleyo,+ ngokuba nguwuphi na uthixo emazulwini nasemhlabeni ongenza ngokwezenzo zakho nangokwemisebenzi yakho yamandla?+ INdumiso 96:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Kuba mkhulu uYehova+ yaye ngowokudunyiswa kakhulu.Uyoyikeka ngaphezu kwabo bonke abanye oothixo.+ INdumiso 145:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 UYehova mkhulu yaye ngowokudunyiswa kakhulu,+Nobukhulu bakhe abuphengululeki.+ Yeremiya 32:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Lowo ubonakalisa ububele bothando kuwo amawaka,+ nobuyekeza isiphoso sooyise esifubeni soonyana babo emva kwabo,+ THIXO oyinyaniso, Lowo mkhulu,+ Lowo unamandla,+ ogama lakhe+ linguYehova wemikhosi,+
24 ‘Owu Nkosi enguMongami Yehova, uqalile ukumbonisa umkhonzi wakho ubukhulu bakho+ nengalo yakho eyomeleleyo,+ ngokuba nguwuphi na uthixo emazulwini nasemhlabeni ongenza ngokwezenzo zakho nangokwemisebenzi yakho yamandla?+
18 Lowo ubonakalisa ububele bothando kuwo amawaka,+ nobuyekeza isiphoso sooyise esifubeni soonyana babo emva kwabo,+ THIXO oyinyaniso, Lowo mkhulu,+ Lowo unamandla,+ ogama lakhe+ linguYehova wemikhosi,+