2 Kronike 24:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Yaye zonke iinkosana+ nabo bonke abantu baba nemihlali,+ baqhubeka besizisa yaye beyiphosa esikhongozelweni+ bada babe banikele bonke. INdumiso 40:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ukwenza ukuthanda kwakho, Thixo wam, kundiyolisile,+Nomthetho wakho ungaphakathi ezibilinini zam.+ INdumiso 119:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ndiya kukubonga ngentliziyo ethe tye,+Ekuzifundeni kwam izigwebo zakho zobulungisa.+
10 Yaye zonke iinkosana+ nabo bonke abantu baba nemihlali,+ baqhubeka besizisa yaye beyiphosa esikhongozelweni+ bada babe banikele bonke.