INdumiso 20:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ezinye ngokuphathelele iinqwelo ezinye ngokuphathelele amahashe,+Kodwa, ke thina, ngokuphathelele igama likaYehova uThixo wethu siya kumkhankanya.+ Isaya 31:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Yeha ke abo baya eYiputa ukuba bancedwe,+ abo bathembela ngamahashe,+ nabo bakholosa ngeenqwelo zokulwa ezininzi, nangamahashe emfazwe,+ ngenxa yokuba enamandla kakhulu, kodwa abangakhangelanga kuLowo Ungcwele kaSirayeli nabangamfunanga uYehova.+ Yeremiya 46:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Bophani amahashe, nize nikhwele, bakhweli-mahashe, nize nizimise ninezigcina-ntloko. Khazimlisani iincula. Yambathani izambatho zentsimbi.+ ISityhilelo 19:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Ndabona izulu livulekile, yaye khangela! nalo ihashe elimhlophe.+ Lowo wayehleli kulo ubizwa ngokuba nguThembekile,+ nguNyaniso,+ yaye ugweba aze enze imfazwe ngobulungisa.+
7 Ezinye ngokuphathelele iinqwelo ezinye ngokuphathelele amahashe,+Kodwa, ke thina, ngokuphathelele igama likaYehova uThixo wethu siya kumkhankanya.+
31 Yeha ke abo baya eYiputa ukuba bancedwe,+ abo bathembela ngamahashe,+ nabo bakholosa ngeenqwelo zokulwa ezininzi, nangamahashe emfazwe,+ ngenxa yokuba enamandla kakhulu, kodwa abangakhangelanga kuLowo Ungcwele kaSirayeli nabangamfunanga uYehova.+
4 Bophani amahashe, nize nikhwele, bakhweli-mahashe, nize nizimise ninezigcina-ntloko. Khazimlisani iincula. Yambathani izambatho zentsimbi.+
11 Ndabona izulu livulekile, yaye khangela! nalo ihashe elimhlophe.+ Lowo wayehleli kulo ubizwa ngokuba nguThembekile,+ nguNyaniso,+ yaye ugweba aze enze imfazwe ngobulungisa.+