Duteronomi 13:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 uze uphande, uhlolisise, ubuzise ngokucokisekileyo;+ yaye ukuba oko kuyinyaniso, kwafumaniseka ukuba yenzekile into leyo ecekisekayo phakathi kwakho, 2 Samuweli 19:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Yena wathi: “Nkosi yam kumkani, ngumkhonzi wam+ owandikhohlisayo. Kuba umkhonzi wakho wathi, ‘Mandizifakele isali kwithokazi le-esile ukuze ndikhwele kulo ndize ndihambe nokumkani,’ kuba umkhonzi lo wakho sisiqhwala.+ IMizekeliso 25:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Musa ukungxama ngokuya kuchophela ityala, ukuze kungabuzwa nto ngoko uya kukwenza ekuqoshelisweni kwalo xa idlelane lakho likuthoba.+
14 uze uphande, uhlolisise, ubuzise ngokucokisekileyo;+ yaye ukuba oko kuyinyaniso, kwafumaniseka ukuba yenzekile into leyo ecekisekayo phakathi kwakho,
26 Yena wathi: “Nkosi yam kumkani, ngumkhonzi wam+ owandikhohlisayo. Kuba umkhonzi wakho wathi, ‘Mandizifakele isali kwithokazi le-esile ukuze ndikhwele kulo ndize ndihambe nokumkani,’ kuba umkhonzi lo wakho sisiqhwala.+
8 Musa ukungxama ngokuya kuchophela ityala, ukuze kungabuzwa nto ngoko uya kukwenza ekuqoshelisweni kwalo xa idlelane lakho likuthoba.+