Yoshuwa 14:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Ilifa labo lenziwa ngeqashiso,+ kanye njengoko uYehova wayeyalele ngoMoses ngezizwe ezisithoba ezinesiqingatha sesizwe.+ 1 Samuweli 10:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Wandula ke wasondeza isizwe sakwaBhenjamin ngokweentsapho zaso, kwaza kwakhethwa intsapho yamaMatri.+ Ekugqibeleni kwakhethwa uSawule unyana kaKishe.+ Bamfuna, yena akafumaneka. Nehemiya 11:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Ke kaloku iinkosana+ zabantu zazihlala eYerusalem;+ kodwa ke abanye abantu, babesenza amaqashiso+ ukuze bangenise abe mnye kwabalishumi ukuba aye kuhlala eYerusalem isixeko esingcwele,+ nesithoba senye inxalenye kwezinye izixeko. IMizekeliso 16:33 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 Iqashiso liphoswa esondweni lengubo,+ kodwa sonke isigqibo sivela kuYehova.+
2 Ilifa labo lenziwa ngeqashiso,+ kanye njengoko uYehova wayeyalele ngoMoses ngezizwe ezisithoba ezinesiqingatha sesizwe.+
21 Wandula ke wasondeza isizwe sakwaBhenjamin ngokweentsapho zaso, kwaza kwakhethwa intsapho yamaMatri.+ Ekugqibeleni kwakhethwa uSawule unyana kaKishe.+ Bamfuna, yena akafumaneka.
11 Ke kaloku iinkosana+ zabantu zazihlala eYerusalem;+ kodwa ke abanye abantu, babesenza amaqashiso+ ukuze bangenise abe mnye kwabalishumi ukuba aye kuhlala eYerusalem isixeko esingcwele,+ nesithoba senye inxalenye kwezinye izixeko.