Duteronomi 16:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Uze ungasijiki isigwebo.+ Ungakhethi buso+ okanye wamkele isinyobo, kuba isinyobo simfamekisa amehlo ezilumko,+ sigqwethe amazwi amalungisa. IMizekeliso 15:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Owenza ingeniso ngokungekho sikweni uyizisela ishwangusha indlu yakhe,+ kodwa othiya izipho uya kuhlala ephila.+
19 Uze ungasijiki isigwebo.+ Ungakhethi buso+ okanye wamkele isinyobo, kuba isinyobo simfamekisa amehlo ezilumko,+ sigqwethe amazwi amalungisa.
27 Owenza ingeniso ngokungekho sikweni uyizisela ishwangusha indlu yakhe,+ kodwa othiya izipho uya kuhlala ephila.+