Duteronomi 6:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 ukuze umoyike+ uYehova uThixo wakho, uyigcine yonke imimiselo nemiyalelo yakhe endikuyalela yona, wena nonyana wakho nomzukulwana wakho,+ yonke imihla yobomi bakho, ukuze yolulwe imihla yakho.+ INdumiso 119:35 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 35 Ndinyathelise kuwo umendo wemiyalelo yakho,+Kuba ndiyayoliswa nguwo.+ 1 Petros 2:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Bekani abantu bazo zonke iintlobo,+ yibani nothando ngomanyano lwabazalwana luphela,+ moyikeni uThixo,+ yibani nembeko kukumkani.+ 1 Yohane 5:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Kuba ukumthanda+ uThixo kuko ukuthi, siyigcine imiyalelo yakhe;+ kwaye ayinzima imiyalelo yakhe,+
2 ukuze umoyike+ uYehova uThixo wakho, uyigcine yonke imimiselo nemiyalelo yakhe endikuyalela yona, wena nonyana wakho nomzukulwana wakho,+ yonke imihla yobomi bakho, ukuze yolulwe imihla yakho.+
17 Bekani abantu bazo zonke iintlobo,+ yibani nothando ngomanyano lwabazalwana luphela,+ moyikeni uThixo,+ yibani nembeko kukumkani.+