Duteronomi 32:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 NguLiwa, ugqibelele umsebenzi wakhe,+Ngokuba zonke iindlela zakhe zisesikweni.+NguThixo wentembeko,+ tu ubugqwetha;+Lilungisa yaye uthe tye yena.+ Duteronomi 32:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Kuba alinjengeLiwa lethu iliwa lazo,+Neentshaba zethu asizizo ezigqibayo.+ 1 Samuweli 2:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Akukho bani ungcwele njengoYehova, kuba akukho bani ngaphandle kwakho;+Yaye akukho liwa linjengoThixo wethu.+
4 NguLiwa, ugqibelele umsebenzi wakhe,+Ngokuba zonke iindlela zakhe zisesikweni.+NguThixo wentembeko,+ tu ubugqwetha;+Lilungisa yaye uthe tye yena.+
2 Akukho bani ungcwele njengoYehova, kuba akukho bani ngaphandle kwakho;+Yaye akukho liwa linjengoThixo wethu.+