Duteronomi 4:37 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 37 “[Ukanti ke noko uyaqhubeka uphila], ngokuba wabathanda ookhokho bakho kangangokuba wayikhetha nembewu yabo emva kwabo+ waza wakukhupha eYiputa phambi kwamehlo akhe ngamandla akhe amakhulu,+ Duteronomi 10:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 UYehova wanamathela kookhokho bakho kuphela ukuba abathande, wanyula inzala yabo emva kwabo,+ nina aba, kunazo zonke ezinye izizwana, njengoko kusenjalo unanamhla. INdumiso 78:68 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 68 Kodwa wanyula isizwe sakwaYuda,+INtaba yeZiyon, awayithandayo.+ Mateyu 24:45 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 45 “Ngubani ngokwenene olikhoboka elithembekileyo neliyingqondi+ ethe inkosi yalo yalimisela phezu kwempahla yendlu yayo, ukuze liyinike ukutya kwayo ngexesha elifanelekileyo?+ Efese 1:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 waza ngalo uthando lwakhe wasinyula+ ngaphambi kokusekwa+ kwehlabathi, ukuba sibe ngcwele, singabi nasiphako+ phambi kwakhe.+ 2 Tesalonika 2:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Noko ke, simelwe kukuhlala simbulela uThixo ngenxa yenu, bazalwana, abathandiweyo nguYehova, kuba uThixo waninyula+ kwasekuqaleni ukuze nisindiswe ngokungcwaliswa+ ngomoya+ nangokholo lwenu enyanisweni.+
37 “[Ukanti ke noko uyaqhubeka uphila], ngokuba wabathanda ookhokho bakho kangangokuba wayikhetha nembewu yabo emva kwabo+ waza wakukhupha eYiputa phambi kwamehlo akhe ngamandla akhe amakhulu,+
15 UYehova wanamathela kookhokho bakho kuphela ukuba abathande, wanyula inzala yabo emva kwabo,+ nina aba, kunazo zonke ezinye izizwana, njengoko kusenjalo unanamhla.
45 “Ngubani ngokwenene olikhoboka elithembekileyo neliyingqondi+ ethe inkosi yalo yalimisela phezu kwempahla yendlu yayo, ukuze liyinike ukutya kwayo ngexesha elifanelekileyo?+
4 waza ngalo uthando lwakhe wasinyula+ ngaphambi kokusekwa+ kwehlabathi, ukuba sibe ngcwele, singabi nasiphako+ phambi kwakhe.+
13 Noko ke, simelwe kukuhlala simbulela uThixo ngenxa yenu, bazalwana, abathandiweyo nguYehova, kuba uThixo waninyula+ kwasekuqaleni ukuze nisindiswe ngokungcwaliswa+ ngomoya+ nangokholo lwenu enyanisweni.+