Efese 5:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 ukuze alizise kuye ibandla limbejembeje,+ lingenabala okanye mibimbi okanye nayiphi na yezinto ezinjalo, kodwa ukuze libe ngcwele yaye lingabi nasiphako.+ Kolose 1:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 uye ngoku waphinda wanixolelanisa+ ngomzimba wenyama walowo ngako ukufa kwakhe,+ ukuze anizise ningcwele yaye ningenasiphako+ kwaye ningamangaleleki+ phambi kwakhe,
27 ukuze alizise kuye ibandla limbejembeje,+ lingenabala okanye mibimbi okanye nayiphi na yezinto ezinjalo, kodwa ukuze libe ngcwele yaye lingabi nasiphako.+
22 uye ngoku waphinda wanixolelanisa+ ngomzimba wenyama walowo ngako ukufa kwakhe,+ ukuze anizise ningcwele yaye ningenasiphako+ kwaye ningamangaleleki+ phambi kwakhe,