Genesis 1:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Wahlabela mgama ke uThixo wathi: “Masenze+ umntu ngokomfanekiso wethu,+ ngokufana nathi,+ yaye makabe nobukhosi kwiintlanzi zolwandle nakwizidalwa eziphaphazelayo emazulwini nakwizilwanyana zasekhaya nakuwo wonke umhlaba nakuzo zonke izinambuzane ezinambuzelayo emhlabeni.”+ Genesis 2:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Wandula ke uYehova uThixo wabumba umntu ngothuli+ lomhlaba+ waza wavuthela impefumlo yobomi+ emathatheni akhe, umntu ke waba ngumphefumlo ophilayo.+ Isaya 42:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Utsho uTHIXO oyinyaniso, uYehova, uMdali wamazulu+ naLowo uZukileyo owanekayo;+ Lowo utwabulula umhlaba+ nemveliso yawo,+ Lowo unika abantu abakuwo+ impefumlo,+ nobanika umoya abo bahamba kuwo,+ ukuthi: IZenzo 17:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Yaye wazenza ngokuphuma kumntu+ omnye zonke iintlanga zabantu,+ ukuba zihlale phezu komhlaba uphela,+ waza wamisa amaxesha amisiweyo+ nemida emiselweyo yokuhlala kwabantu,+
26 Wahlabela mgama ke uThixo wathi: “Masenze+ umntu ngokomfanekiso wethu,+ ngokufana nathi,+ yaye makabe nobukhosi kwiintlanzi zolwandle nakwizidalwa eziphaphazelayo emazulwini nakwizilwanyana zasekhaya nakuwo wonke umhlaba nakuzo zonke izinambuzane ezinambuzelayo emhlabeni.”+
7 Wandula ke uYehova uThixo wabumba umntu ngothuli+ lomhlaba+ waza wavuthela impefumlo yobomi+ emathatheni akhe, umntu ke waba ngumphefumlo ophilayo.+
5 Utsho uTHIXO oyinyaniso, uYehova, uMdali wamazulu+ naLowo uZukileyo owanekayo;+ Lowo utwabulula umhlaba+ nemveliso yawo,+ Lowo unika abantu abakuwo+ impefumlo,+ nobanika umoya abo bahamba kuwo,+ ukuthi:
26 Yaye wazenza ngokuphuma kumntu+ omnye zonke iintlanga zabantu,+ ukuba zihlale phezu komhlaba uphela,+ waza wamisa amaxesha amisiweyo+ nemida emiselweyo yokuhlala kwabantu,+