Isaya 43:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ndiya kuthi kumntla,+ ‘Khupha!’ nakumzantsi ndithi, ‘Musa ukunqanda. Zisa oonyana bam abavela kude, neentombi zam ezivela esiphelweni somhlaba,+ Yeremiya 3:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Hamba, ubhengeze la mazwi emntla+ uze uthi: “‘“Buya, Sirayeli okreqileyo,” utsho uYehova.’+ ‘“Andiyi kubusanganisa ubuso bam kuni,+ kuba ndinyanisekile,”+ utsho uYehova.’ ‘“Andiyi kuhlala ndicaphukile ukusa kwixesha elingenammiselo.+ Yeremiya 23:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 kodwa baya kuthi, ‘UYehova uyaphila lowo wayinyusayo waza wayizisa inzala yendlu kaSirayeli ivela kulo ilizwe lasemntla nakuwo onke amazwe endandibasasazele kuwo,’ kwaye ngokuqinisekileyo baya kuhlala emhlabeni wabo.”+
6 Ndiya kuthi kumntla,+ ‘Khupha!’ nakumzantsi ndithi, ‘Musa ukunqanda. Zisa oonyana bam abavela kude, neentombi zam ezivela esiphelweni somhlaba,+
12 Hamba, ubhengeze la mazwi emntla+ uze uthi: “‘“Buya, Sirayeli okreqileyo,” utsho uYehova.’+ ‘“Andiyi kubusanganisa ubuso bam kuni,+ kuba ndinyanisekile,”+ utsho uYehova.’ ‘“Andiyi kuhlala ndicaphukile ukusa kwixesha elingenammiselo.+
8 kodwa baya kuthi, ‘UYehova uyaphila lowo wayinyusayo waza wayizisa inzala yendlu kaSirayeli ivela kulo ilizwe lasemntla nakuwo onke amazwe endandibasasazele kuwo,’ kwaye ngokuqinisekileyo baya kuhlala emhlabeni wabo.”+