Duteronomi 5:33 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 Nifanele nihambe ngendlela yonke aniyalele ngayo uYehova uThixo wenu,+ ukuze niphile, kulunge kuni,+ niyandise ngenene imihla yenu ezweni elo niya kulidla ilifa. Duteronomi 6:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Umele ke uphulaphule, Sirayeli, ukunyamekele ukuyenza,+ ukuze kulunge kuwe,+ nize nande kakhulu, kanye njengoko uYehova uThixo wookhokho bakho wakuthembisayo,+ ngokuphathelele ilizwe eliqukuqela ubisi nobusi. Yeremiya 7:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Kodwa eli lizwi ndalivakalisa kubo njengomyalelo, ndisithi: “Thobelani ilizwi lam,+ ndiya kuba nguThixo wenu,+ nize nina nibe ngabantu bam; yaye nimele nihambe ngendlela+ yonke endiya kuniyalela ngayo, ukuze kulunge kuni.”’+
33 Nifanele nihambe ngendlela yonke aniyalele ngayo uYehova uThixo wenu,+ ukuze niphile, kulunge kuni,+ niyandise ngenene imihla yenu ezweni elo niya kulidla ilifa.
3 Umele ke uphulaphule, Sirayeli, ukunyamekele ukuyenza,+ ukuze kulunge kuwe,+ nize nande kakhulu, kanye njengoko uYehova uThixo wookhokho bakho wakuthembisayo,+ ngokuphathelele ilizwe eliqukuqela ubisi nobusi.
23 Kodwa eli lizwi ndalivakalisa kubo njengomyalelo, ndisithi: “Thobelani ilizwi lam,+ ndiya kuba nguThixo wenu,+ nize nina nibe ngabantu bam; yaye nimele nihambe ngendlela+ yonke endiya kuniyalela ngayo, ukuze kulunge kuni.”’+