INdumiso 10:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Uthe entliziyweni yakhe: “Andisayi kugungqiswa;+Isizukulwana emva kwesizukulwana ndiya kuba ngulowo ungekho ntlekeleni.”+ Yeremiya 4:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Ndaza ndathi: “Awu, Nkosi enguMongami Yehova! Eneneni usikhohlise ngokupheleleyo esi sizwana+ neYerusalem, usithi, ‘Niya kuba noxolo,’+ ukanti ikrele lide lafikelela emphefumlweni.” Yeremiya 23:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Batsho kaninzi-ninzi kwabo bangenantlonelo ngam ukuthi, ‘UYehova uthethile wathi: “Niya kuba noxolo.”+ Nakuye wonke ohamba ngobulukhuni bentliziyo yakhe+ bathe, ‘Akukho ntlekele iya kunifikela.’+
6 Uthe entliziyweni yakhe: “Andisayi kugungqiswa;+Isizukulwana emva kwesizukulwana ndiya kuba ngulowo ungekho ntlekeleni.”+
10 Ndaza ndathi: “Awu, Nkosi enguMongami Yehova! Eneneni usikhohlise ngokupheleleyo esi sizwana+ neYerusalem, usithi, ‘Niya kuba noxolo,’+ ukanti ikrele lide lafikelela emphefumlweni.”
17 Batsho kaninzi-ninzi kwabo bangenantlonelo ngam ukuthi, ‘UYehova uthethile wathi: “Niya kuba noxolo.”+ Nakuye wonke ohamba ngobulukhuni bentliziyo yakhe+ bathe, ‘Akukho ntlekele iya kunifikela.’+