Yobhi 30:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ngoku ke ndingumxholo wengoma yabo,+Yaye kubo ndingundaba-mlonyeni.+ INdumiso 69:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Abo bahlala esangweni baqalisa ukuzixhalabisa ngam,+Ndaza ndaba yingoma yabaseli besiselo esinxilisayo.+ INdumiso 137:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Kuba apho abo babesibambe njengabathinjwa bacela kuthi amazwi engoma,+Nabo babesenza intlekisa ngayo—ukuze babe nemihlali besithi:+“Sivumeleni enye yeengoma zaseZiyon.”+
12 Abo bahlala esangweni baqalisa ukuzixhalabisa ngam,+Ndaza ndaba yingoma yabaseli besiselo esinxilisayo.+
3 Kuba apho abo babesibambe njengabathinjwa bacela kuthi amazwi engoma,+Nabo babesenza intlekisa ngayo—ukuze babe nemihlali besithi:+“Sivumeleni enye yeengoma zaseZiyon.”+