Isaya 32:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 kude kuthululwe phezu kwethu umoya uvela phezulu,+ yaye intlango iya kuba libhoma, nebhoma libalwe njengehlathi lokwenene.+ Hezekile 36:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Kwaye ndiya kufaka umoya wam ngaphakathi kwenu,+ yaye ndiza kwenza ukuba nihambe ngemimiselo yam,+ nizigcine nezigwebo zam nize okunene nizenze.+ Hezekile 37:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 “‘Itsho iNkosi enguMongami uYehova kula mathambo ukuthi: “Niyabona, ndingenisa impefumlo kuni, yaye nimele nibuyele ebomini.+
15 kude kuthululwe phezu kwethu umoya uvela phezulu,+ yaye intlango iya kuba libhoma, nebhoma libalwe njengehlathi lokwenene.+
27 Kwaye ndiya kufaka umoya wam ngaphakathi kwenu,+ yaye ndiza kwenza ukuba nihambe ngemimiselo yam,+ nizigcine nezigwebo zam nize okunene nizenze.+
5 “‘Itsho iNkosi enguMongami uYehova kula mathambo ukuthi: “Niyabona, ndingenisa impefumlo kuni, yaye nimele nibuyele ebomini.+