Duteronomi 28:45 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 45 “Zoza ke ngokuqinisekileyo phezu kwakho ezi ziqalekiso zonke,+ zikusukele, zikufumane ude ubhubhe,+ ngokuba ungaliphulaphulanga ilizwi likaYehova uThixo wakho ukuba uyigcine imiyalelo yakhe nemimiselo yakhe akuyalele yona.+ 2 Kumkani 17:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Kwathi ngenxa yokuba oonyana bakaSirayeli babemonile+ uYehova uThixo wabo, owabakhupha ezweni laseYiputa phantsi kwesandla sikaFaro ukumkani waseYiputa,+ baza baqalisa ukoyika abanye oothixo;+ Hezekile 23:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 “UOhola ke wazenza unongogo,+ ngoxa wayesephantsi kwam, waza wakhanuka abo bathandana naye,+ ama-Asiriya,+ awayekufuphi, Hoseya 4:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Liveni ilizwi likaYehova, bonyana bakaSirayeli, kuba uYehova ubabek’ ityala abemi beli lizwe,+ kuba akukho nyaniso+ nabubele bothando nakwazi uThixo kweli lizwe.+
45 “Zoza ke ngokuqinisekileyo phezu kwakho ezi ziqalekiso zonke,+ zikusukele, zikufumane ude ubhubhe,+ ngokuba ungaliphulaphulanga ilizwi likaYehova uThixo wakho ukuba uyigcine imiyalelo yakhe nemimiselo yakhe akuyalele yona.+
7 Kwathi ngenxa yokuba oonyana bakaSirayeli babemonile+ uYehova uThixo wabo, owabakhupha ezweni laseYiputa phantsi kwesandla sikaFaro ukumkani waseYiputa,+ baza baqalisa ukoyika abanye oothixo;+
5 “UOhola ke wazenza unongogo,+ ngoxa wayesephantsi kwam, waza wakhanuka abo bathandana naye,+ ama-Asiriya,+ awayekufuphi,
4 Liveni ilizwi likaYehova, bonyana bakaSirayeli, kuba uYehova ubabek’ ityala abemi beli lizwe,+ kuba akukho nyaniso+ nabubele bothando nakwazi uThixo kweli lizwe.+