Isaya 30:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Yaye nathi: “Hayi, kodwa siya kusaba ngamahashe!”+ Kungenxa yoko le nto niya kusaba. “Siya kukhwela amahashe akhawulezayo!”+ Kungenxa yoko le nto abo banisukelayo beya kukhawuleza.+
16 Yaye nathi: “Hayi, kodwa siya kusaba ngamahashe!”+ Kungenxa yoko le nto niya kusaba. “Siya kukhwela amahashe akhawulezayo!”+ Kungenxa yoko le nto abo banisukelayo beya kukhawuleza.+