Genesis 10:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Oonyana bakaYavan yayinguElishaha+ noTarshishe,+ uKitim+ noDodanim.+ 2 Kronike 9:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Kuba ukumkani wayeneenqanawa ezazisiya eTarshishe+ kunye nabakhonzi bakaHiram.+ Kanye kwiminyaka emithathu iinqanawa zaseTarshishe zazifika zithwele igolide nesilivere,+ uphondo lwendlovu,+ neenkawu neepikoko.+ Isaya 23:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Nasi isibhengezo seTire:+ Bhombolozani, nina zinqanawa zaseTarshishe!+ kuba iphangiwe ekubeni lizibuko, ekubeni yindawo ekungenwa kuyo.+ Bakutyhilelwe kuvela kwilizwe laseKitim.+ Yeremiya 10:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Yisilivere ekhandwe yangamacwecwe eziswa ivela eTarshishe,+ negolide evela kwaUfazi,+ umsebenzi wengcibi nowezandla zomnyibilikisi; isinxibo sazo singumsonto oluhlaza noboya obudaywe bamfusa bubomvu. Zonke zisisenzo sabantu abangamachule.+
21 Kuba ukumkani wayeneenqanawa ezazisiya eTarshishe+ kunye nabakhonzi bakaHiram.+ Kanye kwiminyaka emithathu iinqanawa zaseTarshishe zazifika zithwele igolide nesilivere,+ uphondo lwendlovu,+ neenkawu neepikoko.+
23 Nasi isibhengezo seTire:+ Bhombolozani, nina zinqanawa zaseTarshishe!+ kuba iphangiwe ekubeni lizibuko, ekubeni yindawo ekungenwa kuyo.+ Bakutyhilelwe kuvela kwilizwe laseKitim.+
9 Yisilivere ekhandwe yangamacwecwe eziswa ivela eTarshishe,+ negolide evela kwaUfazi,+ umsebenzi wengcibi nowezandla zomnyibilikisi; isinxibo sazo singumsonto oluhlaza noboya obudaywe bamfusa bubomvu. Zonke zisisenzo sabantu abangamachule.+